Ezase-Mntla Ntshona
70 videos • 429 views • by SABC Iindaba
1
Balwa ngemizila abecandelo lee-taxi eStilfontein
SABC Iindaba
Download
2
Bahleli ngoloyiko abahlali base-Rustenburg
SABC Iindaba
Download
3
ISANRAL izibophelele ekulungiseni iindlela zase-Mntla Ntshona
SABC Iindaba
Download
4
Iidolophu ezimbini zaseNamaqualand azizange zafumana ucimicimi wombane
SABC Iindaba
Download
5
Umphathiswa wezezimali uzakonyuka umnqantsa xa esaba izitya kuba kunqongophele imali
SABC Iindaba
Download
6
Bafuna isikhululo samapolisa abahlali base-Kokomeng
SABC Iindaba
Download
7
Kusitshulwa ifuthe lezopolitiko koomasipala
SABC Iindaba
Download
8
Baza kunikwa ithuba lokuvakalisa izikhalazo zabo abahlali baseDitsobotla
SABC Iindaba
Download
9
Bafuna imigodi incedise kuphuhliso eMntla Ntshona
SABC Iindaba
Download
10
Samnkelwe isigqibo sokubhangisa ibhunga lase-Ditsobotla
SABC Iindaba
Download
11
Yiminyaka elishumii senzeka isithwakumbe saseMarikana
SABC Iindaba
Download
12
Batyhola umasipala ngorhwaphilizo
SABC Iindaba
Download
13
Izakubanjwa kule nyanga izayo inkomfa yeANC eNorth West
SABC Iindaba
Download
14
Ujongene nobunzima uceba kumasipala wase-Mntla Ntshona
SABC Iindaba
Download
15
Ayenyuka amanani okuxhatshazwa kwabantwana ezikolweni
SABC Iindaba
Download
16
Babeke ithemba labo kwintlanganiso yangolwesine
SABC Iindaba
Download
17
URamaphosa uyazibophelela ukuphucula ubomi babasebenzi beli
SABC Iindaba
Download
18
Isigqeba esiphezulu se-ANC sifuna ingxelo yokungaxoli kwamalungu
SABC Iindaba
Download
19
Ufuna kuphendul'isikolo ngezityholo zokuxhatshazwa ngokwesondo
SABC Iindaba
Download
20
Owasetyhini ukhuthaz'amanina ukuba anganikezeli
SABC Iindaba
Download
21
Kwenziwa iinzame zokuzisa uxolelwaniso eColigny
SABC Iindaba
Download
22
Iyunivesithi iSol Plaatje ifuna bagonywe abafundi
SABC Iindaba
Download
23
Kumemelelwa isigwebo esiqatha
SABC Iindaba
Download
24
Kulindeleke ukuba ihlale intlanganiso yebhunga kumasipala iMamusa
SABC Iindaba
Download
25
Bafuna kubuyiselwe uNelson esikhundleni sezezimali eMntla Ntshona
SABC Iindaba
Download
26
Ziyaqhub'iingxoxo kumasipala iJB Marks
SABC Iindaba
Download
27
Bakhalazela ukungab'inamanzi abahlali
SABC Iindaba
Download
28
Kulunyukiswa abasetyhini ngomprofethi obenzisa amanyundululu
SABC Iindaba
Download
29
Idala inkxalabo imeko yokuxhatshazwa ngokwesini
SABC Iindaba
Download
30
USteenhuisen uxhalabile ngenkqubo yeBRT
SABC Iindaba
Download
31
Izakubhengezwa namhlanje inkulubaphathiswa yaseNorth West
SABC Iindaba
Download
32
I-CAPM ithi ngumsebenzi ukuvala imigodi
SABC Iindaba
Download
33
Basecicini lokuchithwa oomasipala eMntla Ntshona
SABC Iindaba
Download
34
Kukhangeleka izakulungiswa ingxaki yamanzi eMntla Ntshona
SABC Iindaba
Download
35
Ayakruthakruthana amalungu eANC eMntla Ntshona
SABC Iindaba
Download
36
Usekwimeko emaxongo utitshalakazi waseMntla Ntshona
SABC Iindaba
Download
37
Uyabhena uSupra Muhamapelo
SABC Iindaba
Download
38
Kubanjwe ingqungquthela yokulwa nolwaphulo mthetho
SABC Iindaba
Download
39
Ayiginyisi mathe imeko yedolophu yase Mahikeng
SABC Iindaba
Download
40
Bafumene iibhayisikili abafundi base Madibogopan
SABC Iindaba
Download
41
Bafuna uzinzo kwiANC eMntla Ntshona
SABC Iindaba
Download
42
Amafama eMntla Ntshona ayamnkele imvula
SABC Iindaba
Download
43
Batsala nzima abangcwabi eMntla Ntshona
SABC Iindaba
Download
44
Liyakhula inani labantu abarhaxwayo eMntla Ntshona
SABC Iindaba
Download
45
Afuna uncedo amafama eHartebeesfontein
SABC Iindaba
Download
46
Ucele uxolo esidlangalaleni uMagashule
SABC Iindaba
Download
47
UMbalula uthi akukho kungavani phakathi kwakhe noMagashule
SABC Iindaba
Download
48
Umlilo odalwe ziintambo zombane ushiye usapho lungena khaya
SABC Iindaba
Download
49
Bayalelwe ukuba bashiye emisebenzini yabo
SABC Iindaba
Download
50
Umbhodamo kumaspala waseNaledi eVryburg
SABC Iindaba
Download
51
Isimbonono ngokungahlawulwa imali yabo
SABC Iindaba
Download
52
Batsala nzima abadendiweyo kumgodi weChrome eRustenburg
SABC Iindaba
Download
53
UMokgoro uvakalise inkxalabo ngezenzo zamalungu esigqeba sakhe
SABC Iindaba
Download
54
Ayaphokoka amazwi ovelwano kusapho lakwaKegakilwe
SABC Iindaba
Download
55
Owasetyhini ogrogriswa ngobesakuba ngumyeni wakhe
SABC Iindaba
Download
56
Inkcubeko yohlanga lwama Khoi nama San
SABC Iindaba
Download
57
Liyenyuka inani labantu abane corona eMntla Ntshona
SABC Iindaba
Download
58
Baqhankqalazela ukungabikho kombane eMntla Ntshona
SABC Iindaba
Download
59
iKhoisan Feeding scheme inethemba lokuqhubeka nokunceda abantu
SABC Iindaba
Download
60
Iveki yokuqaphela ukhuseleko lwabantwana
SABC Iindaba
Download
61
Undwendwele eMahikeng umphathiswa wamapolisa
SABC Iindaba
Download
62
Kugxothwe abasebenzi abayi 165 eLanxess
SABC Iindaba
Download
63
Ukhenketho luchaphazelekile kukuqhambuka kwecorona
SABC Iindaba
Download
64
INumsa imangalele umgodi iLanxess Chrome
SABC Iindaba
Download
65
Kusweleke abantu ababini kuphango lwemoto yemali
SABC Iindaba
Download
66
Bayagwayimba abasebenzi beLanxess
SABC Iindaba
Download
67
Lizakuphuculwa ishishini leeTaxi
SABC Iindaba
Download
68
Lufuna iimpendulo usapho luka Omphemetse Molemo
SABC Iindaba
Download
69
Zizakusebenzisa ubuxhaka-xhaka balemihla ii-taxi eRustenburg
SABC Iindaba
Download
70
Basavalelekile abasebenzi kumgodi wase Orkney
SABC Iindaba
Download