Gender-based violence (GBV)
111 videos • 2,557 views • by SABC Iindaba
1
Abahlali base-Douglas bafun'abekwe phambili amatyala eGBV
SABC Iindaba
Download
2
Impikiswano ngeziphumo ze-DNA ngamatyala ezesondo
SABC Iindaba
Download
3
Urhulumente akenzi ngokwaneleyo ukukhusela abasetyhini
SABC Iindaba
Download
4
Kubanjwe iphulo lokulwa ne-GBV eZingqolweni
SABC Iindaba
Download
5
Kubanjwe ingqungquthela yokulwa noxhatshazo olusekelezwe kwisini
SABC Iindaba
Download
6
Arhoxisiwe amatyala ngakubarhanelwa bodlwengulo lwase Krugersdorp
SABC Iindaba
Download
7
Iyasivuma isiphoso sayo iNPA ngakwityala lokubulala
SABC Iindaba
Download
8
Ibekwe ityala elinye lokubulala indoda eneminyaka engama-20
SABC Iindaba
Download
9
Kukhangelwa izidlwengu ezintlanu eLimpopo
SABC Iindaba
Download
10
Abantu abadala ngamaxhoba ohlaselo ezilalini
SABC Iindaba
Download
11
Asicimi engqondweni isiganeko kwixhoba
SABC Iindaba
Download
12
Kubanjwe inkomfa eqwalasela ukuxhatshazwa kwabasetyhini nabantwana
SABC Iindaba
Download
13
Kubulewe abafundi be-matriki ababini eCreighton
SABC Iindaba
Download
14
Amagqwetha kaShoba afuna angagwetywa ubomi entolongweni
SABC Iindaba
Download
15
Ayenyuka amanani okuxhatshazwa kwabantwana ezikolweni
SABC Iindaba
Download
16
UCele utylele usapho lakwa-Mtwa
SABC Iindaba
Download
17
UCele utyelele isikhululo samapolisa sase-Mthatha
SABC Iindaba
Download
18
Abasebenzi base-OR Tambo bathi phantsi ngokundlobongela
SABC Iindaba
Download
19
Usapho lwexhoba lufuna sivalelwe isidlwengu
SABC Iindaba
Download
20
Lusothukile usapho lwentwazana edlwengulwe eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
21
Kudlwengulwe intwazana eneminyaka elishumi elinesithandathu eCabazana
SABC Iindaba
Download
22
Ufuna kuphendul'isikolo ngezityholo zokuxhatshazwa ngokwesondo
SABC Iindaba
Download
23
Liphezulu inani lamatyala odlwengulo kwizikhululo zamapolisa eMpumalanga
SABC Iindaba
Download
24
Zifuna ubulungisa iintsapho zamaxhoba okudlwengulwa eMntla Koloni
SABC Iindaba
Download
25
Bakhalazela ukuxhatshazwa kwabasetyhini nabantwana
SABC Iindaba
Download
26
Ugwetywe iminyaka engamashumi amabini entolongweni uOmphile Sesing
SABC Iindaba
Download
27
Lusothukile uluntu sisiganeko sokudlwengulwa kwemveku eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
28
UCele uthethe phandle ngokuxhatshazwa kwabasetyhini
SABC Iindaba
Download
29
Kutyelelwe kwiziko iThuthuzela elinced'amaxhoba eGqeberha
SABC Iindaba
Download
30
Abalelwa ngapha ko-200 amatyala okudlwengula eGaleshewe
SABC Iindaba
Download
31
Ulutsha lwaseKatlehong luqhuba iphulo lokunqanda impathombi
SABC Iindaba
Download
32
Kuliwa nokuxhatshazwa kwabasetyhini nabantwana
SABC Iindaba
Download
33
Kumemelelwa isigwebo esiqatha
SABC Iindaba
Download
34
Baphila obentshontsho oomama baseCacadu eMpuma Kapa
SABC Iindaba
Download
35
Kukhuthazwa abasetyhini kuqoqosho lweli
SABC Iindaba
Download
36
Luxhelekile usapho lwabasetyhini ababulewe ngolunya
SABC Iindaba
Download
37
Uvele kwinkundla yaseZwelitsha umfundisi
SABC Iindaba
Download
38
Azinasiqabu iziganeko zokubalawa kwabasetyhini eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
39
Lizakuphinda lihlale nge 29 November ityala
SABC Iindaba
Download
40
Lihlehliselwe ungomso ityala lokugetyengwa kukaNosicelo
SABC Iindaba
Download
41
Kulunyukiswa abasetyhini ngomprofethi obenzisa amanyundululu
SABC Iindaba
Download
42
Lufun'iimpendulo usapho lentwazana elixhoba lodlwengulo
SABC Iindaba
Download
43
Bayazihewul'izenzo zokuxhatshazwa kwabasetyhini eMthatha
SABC Iindaba
Download
44
Ubulawe phambi kwabantwana abancinci
SABC Iindaba
Download
45
Ubekwe kwikhaya lokugqibela uNosicelo Mtebeni
SABC Iindaba
Download
46
Kukho inkxalabo ngabaxhasa abatyholwa
SABC Iindaba
Download
47
Ukuxhatshazwa kwabasetyhini lidabi lemihla ngemihla
SABC Iindaba
Download
48
Idala inkxalabo imeko yokuxhatshazwa ngokwesini
SABC Iindaba
Download
49
Banqunyanyisiw'abatyholwa ngokuxhaphaza ngokwesondo
SABC Iindaba
Download
50
Liyaqhuba ityala lika-Omotoso
SABC Iindaba
Download
51
Uzakubhena kwisigwebo sakhe uNicholas Ninow
SABC Iindaba
Download
52
Siyaxhalabisa isiganeko sokubulawa kwexhoba lokudlwengulwa
SABC Iindaba
Download
53
Ihlangulwe intwazana ebizakutshatiswa
SABC Iindaba
Download
54
Usapho lowadlwengulwayo lufuna ubulungisa
SABC Iindaba
Download
55
Kufunwa ititshala edlwengule umfundi
SABC Iindaba
Download
56
UNtuthuko Shoba uzama ibheyile kwinkundla kamantyi eRoodepport
SABC Iindaba
Download
57
Abazali maba-bambisane ukukhulisa abantwana
SABC Iindaba
Download
58
Kubulewe amantombazana amabini eNgqushwa
SABC Iindaba
Download
59
Lisaqhuba ityala lika Omotoso
SABC Iindaba
Download
60
Ubalisa ngokudlwengulwa ngunyana wakhe umakhulu waseVaal
SABC Iindaba
Download
61
Kuvulwe ityala ngokuxhatshazwa komntwana
SABC Iindaba
Download
62
Liyaqhuba ityala lika-Omotoso
SABC Iindaba
Download
63
Liyaqhuba ityala lika Omotoso eBhayi
SABC Iindaba
Download
64
Ugwetywe ubomi otyholwa ngokubulala iqabane lakhe
SABC Iindaba
Download
65
Kutyholwa indoda ena-73 ngokubulala iqabane nabantwana
SABC Iindaba
Download
66
Uqatsele umkhwa wokuxhatshazwa kwabasetyhini
SABC Iindaba
Download
67
Abenzi beziganeko ezimanyumnyezi mabajongane nengalo yomthetho
SABC Iindaba
Download
68
Owasetyhini utyhola ngokuba udlwengulwe lipolisa KwaMakhutha
SABC Iindaba
Download
69
Iphazamisekile inkqubo yesicelo sebheyile sikaMfundisi Omotoso
SABC Iindaba
Download
70
Isibini esityholwa ngokubulala intwazana siyalelwe ibheyile
SABC Iindaba
Download
71
Balugcwabevu ngumsindo emva kokubulawa komntwana
SABC Iindaba
Download
72
Liyaphela ithemba kwinkqubo yezobulungisa yeli
SABC Iindaba
Download
73
Mazibhengezwe izixholoxholo ezibhekiswa kwabasetyhini nabantwana
SABC Iindaba
Download
74
Bafuna kubuye isigwebo sentambo
SABC Iindaba
Download
75
Abakabanjwa ababulali bomdlali weenkqubo zikamabonakude
SABC Iindaba
Download
76
Indoda etyholwa ngokubetha ibulale umtwana ayifumananga ibheyile
SABC Iindaba
Download
77
Lufuna ubulungisa usapho luka-Asithandile Zozo obuleweyo
SABC Iindaba
Download
78
Kuqatsele ukudlwengulwa kwabasetyhini nabantwana eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
79
Ukuxhatshazwa kwabasetyhini kusathe gqolo kwelilizwe
SABC Iindaba
Download
80
Uvele kwinkundla kamantyi otyholwa ngokutshisa isinqanda mathe
SABC Iindaba
Download
81
Bavele enkundleni abarhanelwa ngokubulala uNosipho Jombile
SABC Iindaba
Download
82
Usichithile isicelo sakhe sebheyile otyholwa ngokubulala Amahle
SABC Iindaba
Download
83
Kudlwengulwe umfundi eBulwer
SABC Iindaba
Download
84
Owasetyhini ogrogriswa ngobesakuba ngumyeni wakhe
SABC Iindaba
Download
85
Amalungu ePalamente agxibhe ubundlobongela ngakwabasetyhini
SABC Iindaba
Download
86
Ungcwatyiwe uAnsia obulewe eneminyaka emithathu
SABC Iindaba
Download
87
Uvele enkundleni umtyholwa ePhillipi
SABC Iindaba
Download
88
Imibutho yezakwalizwi ithi izakubonelela ngendawo zokhuseleko
SABC Iindaba
Download
89
Kuphinde kwabulawa omnye umntwana kweli
SABC Iindaba
Download
90
Kukholelwa ukuba amadoda nawo ayaxhatshazwa
SABC Iindaba
Download
91
Ukubulawa kwabasetyhini kudale isankxwe kweli
SABC Iindaba
Download
92
Kuvusa imibuzo ngezithethe ukuxhatshazwa kwabasetyhini
SABC Iindaba
Download
93
Ziyakhula iziganeko zokuxhatshazwa kwasetyhini
SABC Iindaba
Download
94
Ubekwe kwikhaya lakhe lokugqibela namhlanje Naledi Phangindawo
SABC Iindaba
Download
95
Abahlali base-Eersterust bafuna ubulungisa
SABC Iindaba
Download
96
Uqhankqalazo lwabasetyhini
SABC Iindaba
Download
97
Anyukile amatyala okuxhatshazwa kwabasetyhini
SABC Iindaba
Download
98
Ebevele enkundleni namhlanje otyholwa ngokubulalai uNaledi
SABC Iindaba
Download
99
Lufuna ubulungisa usapho luka-Tshegofatso Pule
SABC Iindaba
Download
100
Makuqiniswe ingalo yothetho kwabo baxhaphaza abasetyhini
SABC Iindaba
Download
101
uRhulumente ulwa ukuxhatshazwa kwabasetyhini
SABC Iindaba
Download
102
Kumenyelelwa ukufundiswa ngeGBV ezikolweni
SABC Iindaba
Download
103
Lehlile inani lamantombazana osuleleka yi-HIV
SABC Iindaba
Download
104
I-DA ifuna athatyathelwe amanyathelo uMamabolo yiANC
SABC Iindaba
Download
105
Kuvulw'inkundla yamatyal'okuxhatshazwa ngokwesondo
SABC Iindaba
Download
106
Lufun'isigwebo esiqatha usapho lodlwengule unina
SABC Iindaba
Download
107
Kubanjwe inkonzo yesikhumbuzo yogqirha ogetyengiweyo
SABC Iindaba
Download
108
Lwehlile ulwaphulo-mthetho kweziholide
SABC Iindaba
Download
109
Bafunubulungisa abasetyhini base Osizweni eKZN
SABC Iindaba
Download
110
Maliphakanyelw'idabi lokuxhatshazwa kwamanina
SABC Iindaba
Download
111
Ugwetywe ubomi entolongweni uNdlovu
SABC Iindaba
Download