Ezase-Mpuma Koloni
646 videos • 28,623 views • by SABC Iindaba
1
Ugwayimbo lwe-NEHAWU eDorah Ngiza
SABC Iindaba
Download
2
Kungcatywa amalungu asixhenxe nabulewe eBhityi
SABC Iindaba
Download
3
Enye iPitbull iphinde yasuba umphefumlo
SABC Iindaba
Download
4
Banxunguphele abahlali ngokubulawa kwabantwana eNgcobo
SABC Iindaba
Download
5
Ibhulorho yasemtentu izakuxabisa iR1,6 billion
SABC Iindaba
Download
6
Iyabhena iDA kumdliwo ngovavanyo olwenzelwa kwindlu yangasese
SABC Iindaba
Download
7
Inkampani yakuQoboqobo ikhalela imingeni
SABC Iindaba
Download
8
uRamaphosa ufuna konyulwe iinkokheli ezigqibeleleyo
SABC Iindaba
Download
9
Abavumelekanga ukwenza iziyunguma ze "Pen's Down" abafundi baseMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
10
Iphondo leMpuma Koloni litsala nzima kumlo wolwaphulo mthetho
SABC Iindaba
Download
11
Umkhuseli woluntu utyikitye isivumelwano nenkulu baphathiswa
SABC Iindaba
Download
12
Umphathiswa wezezimali uzakonyuka umnqantsa xa esaba izitya kuba kunqongophele imali
SABC Iindaba
Download
13
Imibutho yoluntu ii-CPF kwiingingqi ezithile eMpuma Koloni ziphantsi kohlaselo
SABC Iindaba
Download
14
Kubanjwe iphulo lokulwa ne-GBV eZingqolweni
SABC Iindaba
Download
15
Lubuyiselwe isidima ngokufakelwa amanzi uluntu
SABC Iindaba
Download
16
USiphiwo Magoda ubhiyozela iminyaka eyi-40 kusasazo
SABC Iindaba
Download
17
Sele linqakulwe elinye lamabanjwa ebeqhweshile eMakhanda
SABC Iindaba
Download
18
Lihlehliselwe uMvulo ityala lokubulala eTinarha
SABC Iindaba
Download
19
Kuzanywa iindlela zokuphuhlisa oosomashishini abasakhasayo
SABC Iindaba
Download
20
Bayavutha ngumsindo abahlali base-Sajonisi
SABC Iindaba
Download
21
Kuphuhliswa amanqindi eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
22
Umngcelele weeTishala ezingaqeshwanga
SABC Iindaba
Download
23
Iintshatsheli ezintathu ziphelelwe lithemba lokuya kwitumente yehlabathi
SABC Iindaba
Download
24
UJoyi ugxeka urhulumente okhokhelwa yi-ANC
SABC Iindaba
Download
25
UZenizole vela ona 15 wadlwengulwa waswelekela kwisikhululo samapolisa
SABC Iindaba
Download
26
Kuqhutywa iphulo lokufundisa ngesifo somgada
SABC Iindaba
Download
27
Batyhuthula impahla yokwakha izindlu ze-RDP eMthambalala
SABC Iindaba
Download
28
Lifumene inkxaso isebe lezempilo eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
29
I-Sinenkani FC ibethe iBizana Pondo Chiefs
SABC Iindaba
Download
30
AmaCirha athi afuna ubuyiselwa ubukhosi bawo
SABC Iindaba
Download
31
Iidonki zinceda uluntu ngamanzi eNtabankulu
SABC Iindaba
Download
32
Izama ukuxolelanisa ikomishoni yamalungelo kwanokuthula ePlett
SABC Iindaba
Download
33
Bayahlaselwa oonontlalontle eNelson Mandela Bay
SABC Iindaba
Download
34
Sikhatyiwe isicelo sika-Eugene Johnson
SABC Iindaba
Download
35
Ii-SATMAS ziwonge amagqala ngegalelo lawo
SABC Iindaba
Download
36
Umlo wamakhwenkwe esikolo eCofimvaba
SABC Iindaba
Download
37
Abantu abadala ngamaxhoba ohlaselo ezilalini
SABC Iindaba
Download
38
Owasetyhini uzenzela igama emanqindini
SABC Iindaba
Download
39
Kubulelwe umfundi kagrade 8 kwisikolo saseCofimvaba eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
40
Ebetyelele eLibode umphathiswa wezekhaya
SABC Iindaba
Download
41
Kubanjwe inkomfa eqwalasela ukuxhatshazwa kwabasetyhini nabantwana
SABC Iindaba
Download
42
Amaqela azama umasipala wentsebenziswano eNMB
SABC Iindaba
Download
43
UMbeki umemelele ukuba lukhawuleziswe uphando lwase-Nyobeni Tavern
SABC Iindaba
Download
44
Bafundela phandle abafundi eGcuwa
SABC Iindaba
Download
45
Luphila phantsi koloyiko uluntu lwaseMthatha
SABC Iindaba
Download
46
Kushicilelwa umdlalo othi - Intsangu Ubutyebi BamaMpondo
SABC Iindaba
Download
47
Iintsapho ezimbini zaseNgcobo zifumane isipho sezindlu
SABC Iindaba
Download
48
Baphila phantsi koloyiko eQutubeni eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
49
Umasipala wesithile sase-Chris Hani uzama ukutsala abatyalizimali
SABC Iindaba
Download
50
Bakhalazela ixabiso le-petrol abaqhubi bee-taxi eGqeberha
SABC Iindaba
Download
51
Bekubanjwe inkonzo yokugxwalemswaneni kaBulelani Koyo
SABC Iindaba
Download
52
I-EFF ibibambe uqhankqalazo eMhlobo Wenene
SABC Iindaba
Download
53
Ayaqhuba amaphulo okubhiyozela inyanga kabaw'uMandela
SABC Iindaba
Download
54
Bafuna kubuyiswe umfundisi Mzukisi Faleni
SABC Iindaba
Download
55
Bekubanjwe inkonzo yesikhumbuzo yamaxhoba amabini entlekele yase-Nyobeni tavern
SABC Iindaba
Download
56
Bakhalazela iinkonzo kumasipala waseNyandeni
SABC Iindaba
Download
57
Luyaqiniswa ungenelelo kwingxaki yamanzi eNelson Mandela Bay
SABC Iindaba
Download
58
Ayaqhuba amalungiselelo omngcwabo ohlangeneyo wamaxhoba aseNyobeni
SABC Iindaba
Download
59
Uluntu lwaseMount Fletcher luzibandakanya kwezamahlathi
SABC Iindaba
Download
60
Uphando lusaqhuba ngokuphathelene nokusweleka kwabantu abayi-21 eNyobeni
SABC Iindaba
Download
61
Luyavakala ulwamvila lukacimi-cimi kumashishini
SABC Iindaba
Download
62
Kuthandazelwa intlekele yase Nyobeni Tavern
SABC Iindaba
Download
63
Umasipala ufuna abafundi abasezikolweni ukuba benze izifundo zobugqirha
SABC Iindaba
Download
64
Iziphumo ngokuphathelene nokuphathwa kwezezimali kumasipala iNelson Mandela Bay
SABC Iindaba
Download
65
iGift of the Givers ugrumbe ipitsi lesithathu ukuxhasa iGqeberha ngamanzi
SABC Iindaba
Download
66
URamaphosa uncome ikumkani yamaMpondo ngegalelo layo kuphuhliso
SABC Iindaba
Download
67
Iyaqhuba inkonzo yokutywalwa kwekumkani yamaMpondo uZanozuko
SABC Iindaba
Download
68
uMhlobo Wenene FM uthetha noMongameli uRamaphosa
SABC Iindaba
Download
69
Inkxalabo ngokufika kuka-Day Zero eNelson Mandela Bay
SABC Iindaba
Download
70
URamaphosa ubhengeze amaphulo azakunceda ulutsha kweli
SABC Iindaba
Download
71
Bavakalise inkxalabo ngeziganeko zokubulawa kwabasetyhini
SABC Iindaba
Download
72
Ziyanda iingxaki zomasipala wase Mbhashe
SABC Iindaba
Download
73
Ahlangulwe amaxhoba eziyobisi ebevalelwe ligqirha laseChris Hani
SABC Iindaba
Download
74
Ugalelekile kwikomkhulu lase Ndimakude umzimba kaZanozuko
SABC Iindaba
Download
75
Kutyunjwe ibambela elizakukhokela amaMpondo aseQawukeni
SABC Iindaba
Download
76
Bakhala ngeendlela ezimbi abahlali nabaqhubi baseLusikisiki
SABC Iindaba
Download
77
Amathambo amabanjwa ezopolitiko abuyele ekhaya
SABC Iindaba
Download
78
UCele utylele usapho lakwa-Mtwa
SABC Iindaba
Download
79
Ootitshala bakhalazela inkqubo yokufundisa
SABC Iindaba
Download
80
UCele utyelele isikhululo samapolisa sase-Mthatha
SABC Iindaba
Download
81
Unyanzelwa alungise iingxaki zakhe umasipala
SABC Iindaba
Download
82
Kusenamagingxigingxi ukuhanjiswa kweenkonzo eQumrha
SABC Iindaba
Download
83
Kubhiyozelwa usuku lokuhlonitshwa kwabongikazi
SABC Iindaba
Download
84
Iyaqhuba inkomfa yonyulo ye-ANC kule mpela veki
SABC Iindaba
Download
85
Liphinde lalibaziseka ityala lebholo lomngcwabo kabaw'uMandela
SABC Iindaba
Download
86
Abasebenzi base-OR Tambo bathi phantsi ngokundlobongela
SABC Iindaba
Download
87
Bebebambe uqhankqalazo abahlali kumaspala waseNyandeni
SABC Iindaba
Download
88
Kudutyulwe kwabulawa amalungu amabini ombutho we-ANC
SABC Iindaba
Download
89
Sikhatyiwe isicelo seJudge echophele ityala elayamele nobuqhophololo
SABC Iindaba
Download
90
Kudilike imizi eSajonisi
SABC Iindaba
Download
91
Bafuna uncedo lukarhulumente eNyandeni
SABC Iindaba
Download
92
Isebe lezempilo liqaphele usuko lokufundisa ngesifo sephepha eDimbaza
SABC Iindaba
Download
93
Lusothukile usapho lwentwazana edlwengulwe eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
94
Liyaqhubeka iphupha nomqela katat'uNgumbela
SABC Iindaba
Download
95
Kudlwengulwe intwazana eneminyaka elishumi elinesithandathu eCabazana
SABC Iindaba
Download
96
Kuvulwe i-ofisi ye-palamente eMakhanda eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
97
Lizakuqhutyelwa kwinkundla ephakamileyo yaseMonti ityala lorhwaphilizo
SABC Iindaba
Download
98
Indodana eyatsha ifutha icela uncedo lokulungisa ubuso bayo
SABC Iindaba
Download
99
I-Isuzu isungule ngokusesikweni ibakkie yayo entsha
SABC Iindaba
Download
100
Ziseliqela iizikolo ezingenazixhobo zokufunda eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
101
Abahlali baseFlagstaff bacela uncedo ngokwakhelwa ibhulorho
SABC Iindaba
Download
102
Kuphehlelelwe iphulo lokhuseleko ezindleleni eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
103
Umphathiswa wezothutho usungule iphulo le-Arrive Alive
SABC Iindaba
Download
104
Amagqwetha ka Sibongile Mani athi makanikwe isigwebo esixhonyiweyo
SABC Iindaba
Download
105
Baphila phantsi koloyiko kwilali yase-Chafutweni ngaku-Gatyane
SABC Iindaba
Download
106
Lihlehliselwe inyanga ezayo ityala labatyholwa abathandathu eziNgqolweni
SABC Iindaba
Download
107
Kubanjwe abarhanelwa abathandathu eCacadu
SABC Iindaba
Download
108
Kubanjwe abasolwa ngorhwaphilizo eMthatha
SABC Iindaba
Download
109
Bangene kugwayimbo abaqhubi be-Uber, Bolt
SABC Iindaba
Download
110
Awukacaci umba wokutyunjwa komanejala womaspala iNMB
SABC Iindaba
Download
111
Alisekho emhlabeni igqala losasazo lweendaba uLuzuko "LZK" Koti
SABC Iindaba
Download
112
Baphiwe iziko lobuchwepheshe eCacadu eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
113
Liqatsele izinga eliphezulu lentlupheko kwiidolophu eziliqela kweli
SABC Iindaba
Download
114
Abahlali kwilali iWelekabini bathi ayanyashwa nangoku amalungelo abo
SABC Iindaba
Download
115
Kulunyukiswa oozungulichele
SABC Iindaba
Download
116
Kukho ukungaboni ngasonye ngobukumkani besizwe samaxhosa
SABC Iindaba
Download
117
Isithethi somasipala isenqu eStekspruit sityholwa ngobuqhophololo
SABC Iindaba
Download
118
Ufake isicelo se bail obengumfundisi kwityala lokuzama ukubulala
SABC Iindaba
Download
119
Kuphehlelelwe iphulo lokulwa ukungcungcuthekiswa kwabafundi ezikolweni
SABC Iindaba
Download
120
Kuphehlelelwe iphulo elivundlisa ngokungcungcuthekiswa kwabafundi
SABC Iindaba
Download
121
Iphulo lokuphucula ezezimali koomasipala baseMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
122
Bakhalela imali yabo abancedisi basezikolweni eLusikisiki eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
123
Liyaqhuba ityala likaMalema eMonti
SABC Iindaba
Download
124
Ivuliwe indlela uR61 eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
125
Amalungu eANC akhalazela ukuchithwa kwamanye amasebe
SABC Iindaba
Download
126
Bayabongozwa abahlali ukuba babilise amanzi phambi kokuba bawasele
SABC Iindaba
Download
127
UMotshekga uthi makongezwe izifundo ezifundiswa ngolwimi lwenkobe
SABC Iindaba
Download
128
IPANSALB ixoxa ngokubaluleka kolwimi lweenkobe
SABC Iindaba
Download
129
Umfundi waseGqeberha ulaliswe esibhedlela emva kokuzama ukuzibulala
SABC Iindaba
Download
130
Uvula indlu yowiso mthetho uMabuyane
SABC Iindaba
Download
131
Iqela lebhola laseMbizana iSinenkani FC
SABC Iindaba
Download
132
Basebenzisa imali yesibonelelo ukuphucula ubomi babo
SABC Iindaba
Download
133
Inkulubaphathiswa yaseMpuma Koloni izakwenza intetho yephondo
SABC Iindaba
Download
134
Abazali base isebe lezemfundo kwinkundla zamatyala
SABC Iindaba
Download
135
SONA 2022 | Intatheli yethu uNkululeko Nyembezi uthethe nabahlali kwiWild Coast
SABC Iindaba
Download
136
Bakhalazela ukuxhatshazwa kwabasetyhini nabantwana
SABC Iindaba
Download
137
Ungcungcuthekisa usapho lakwaMwehle umlilo ongaqondakaliyo
SABC Iindaba
Download
138
Bathi badikwe yeyokosa zizithembiso zikarhulumente abahlali basemgungundlovu
SABC Iindaba
Download
139
Bakhalazel'izinga eliphezulu lentswela-ngqesho eMpuma Koloni Intswela ngqesho
SABC Iindaba
Download
140
Isigantsontso sase Ado sikhuthaza ulutsha
SABC Iindaba
Download
141
Lusothukile uluntu sisiganeko sokudlwengulwa kwemveku eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
142
I-Red Cross inced'amaxhoba ezikhukhula eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
143
Bagonyelwe iCOVID-19 abafundi baKwa-Magxaki eGqeberha
SABC Iindaba
Download
144
Urhulumente waseMpuma Koloni unikezele ngezindlu kwiintsapho
SABC Iindaba
Download
145
Umbutho wesisa unceda amaxhoba ezikhukhula eMthatha
SABC Iindaba
Download
146
Abafundi baseLutateni abanazixhobo zaneleyo zokufunda
SABC Iindaba
Download
147
Likhangeleka limfiliba ikamva labafundi abangaphaya kwe-800 eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
148
Kuqaliswe iinkonzo eSilvertown eGqeberha
SABC Iindaba
Download
149
Izakudlalelwa eGqeberha itumente yeqakamba iT20 Knock-Out Series
SABC Iindaba
Download
150
Babambe umngcelele besithi makagxothwe umlawuli kamasipala
SABC Iindaba
Download
151
Bafuna kuvuselelwe uqoqosho nemizi-mveliso eGcuwa
SABC Iindaba
Download
152
Angenele ugwayimbo amalungu eNehawu eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
153
Zange luhambe kakuhle utyando esiswini
SABC Iindaba
Download
154
UNanziwe Rulashe uthi uphila phantsi koloyiko emva kwesisiganeko
SABC Iindaba
Download
155
Isebe lophuhliso lwamaphandle lizakuncedisa kwingxaki yamanzi eMvezo
SABC Iindaba
Download
156
Ihleli inkundla ephakamileyo yaseBhisho
SABC Iindaba
Download
157
Isebe lezemfundo eMpuma Koloni liwuqulele unyaka ka-2022
SABC Iindaba
Download
158
Kubiwe imali kwi-akhawunti yebhanka yomaspala waseSajonisi
SABC Iindaba
Download
159
Abazali bathi azikalungiswa izikolo ezonakaliswa sisaqhwithi eMpuma Kapa
SABC Iindaba
Download
160
Umphathiswa wokuhlaliswa koluntu ebohlola umonakalo eMonti
SABC Iindaba
Download
161
Abahlali bakuCentane bafuna ivuselelwe idolophu yabo
SABC Iindaba
Download
162
ULindiwe Zulu utyelele eBuffalo City ukuphonononga umonakalo wezikhukhula
SABC Iindaba
Download
163
Inkundla ilunqumamisile uphando ebelucetywa yiShell eWild Coast
SABC Iindaba
Download
164
Bafuna iphinde ivulwe iposi yabo abahlali bakuCentane
SABC Iindaba
Download
165
Udinga inkxaso mali umdlali wegalufa
SABC Iindaba
Download
166
Lufumene indlu usapho lwase-Mpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
167
Uyaqhuba umsitho wokuxhotyiswa kolutsha kwimiboniso bhanyabhanya
SABC Iindaba
Download
168
Ufumene indlu utata waseCala
SABC Iindaba
Download
169
I-ANC eNMB ibambe inkomfa yonyulo
SABC Iindaba
Download
170
Bafuna uncedo abahlali kwilali zaseMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
171
UMabuyane unika ingxelo ngezicwangciso zokuqubisana neCOVID-19 eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
172
Sidale umonakalo omandla isichotho esihlasele eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
173
Sidale umonakalo isichotho eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
174
Iintshatsheli ezimbini kumdlalo weMartial Arts eGqeberha
SABC Iindaba
Download
175
Sisube imiphefumlo yabantu abathandathu isichotho eMthatha
SABC Iindaba
Download
176
Basaphila kabuhlungu abantu abaphila nokhubazeko ezilalini
SABC Iindaba
Download
177
Kutyelelwe kwiziko iThuthuzela elinced'amaxhoba eGqeberha
SABC Iindaba
Download
178
Kutyalwe amagosa ezeendlela eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
179
Kuphehlelelwe ukuqala kweholide zehlobo kuhola wendlela uN6
SABC Iindaba
Download
180
Kuzawunikwa ingqwalasela uhlumo noqoqosho
SABC Iindaba
Download
181
Uthembisa ngamathuba emisebenzi kulutsha umasipala waseNMB
SABC Iindaba
Download
182
Kutyalwe imali ebalelwa kwi-R3.4 billion eMonti
SABC Iindaba
Download
183
IiHawks zibambe igosa eliphezulu eKing Sabata Dalindyebo
SABC Iindaba
Download
184
Kutyalwe imali yokuncedisa kwintwswela ngqesho
SABC Iindaba
Download
185
IiHawks zinqakule abantu abathathu kuquka negosa kumasipala iKSD
SABC Iindaba
Download
186
Ubekwe kwikhaya lakhe lokugqibela uLathitha Nako
SABC Iindaba
Download
187
Lujongene nomceli mngeni wezazisi ulutsha eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
188
Sidale isankxwe isicwangciso sika-Shell ngakunxweme laseMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
189
Ufumene uphuhliso umdyarho waseBerlin obanjwa ngalenyanga
SABC Iindaba
Download
190
Baphila obentshontsho oomama baseCacadu eMpuma Kapa
SABC Iindaba
Download
191
I-ANC ith'ilahlekelwe kukusweleka kukamam'uNocwaka Lamani
SABC Iindaba
Download
192
Ukushokoxeka kwamanzi kugxotha abakhenkethi ecawa eMpuma Kapa
SABC Iindaba
Download
193
Kuvulwe isikolo esikhethekileyo
SABC Iindaba
Download
194
Abanamanzi acocekileyo abahlali baseQunu
SABC Iindaba
Download
195
Kuvuse amanxeba ukusweleka kuka Fw de Klerk
SABC Iindaba
Download
196
Uvele kwinkundla yaseZwelitsha umfundisi
SABC Iindaba
Download
197
Kugxeleshwe uphuhliso loqoqosho eMpuma Koloni naseKZN
SABC Iindaba
Download
198
Bokhelwe ipitsi lamanzi eGwali eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
199
Azinasiqabu iziganeko zokubalawa kwabasetyhini eMpuma Koloni
SABC Iindaba
Download
200
Lizakuphinda lihlale nge 29 November ityala
SABC Iindaba
Download