Ezase-Ntshona Koloni
222 videos • 8,249 views • by SABC Iindaba
1
Kutshiswe ibhasi ngesiqhushumbisi se-petrol
SABC Iindaba
Download
2
Kubanjwe umnyhadala wezobugcisa eKapa
SABC Iindaba
Download
3
Kuphehlelelwe icandelo elijonge nokhuseleko ezindleleni eKapa
SABC Iindaba
Download
4
Bavele enkundleni yase-Bellville abathubelezisa iziyobisi
SABC Iindaba
Download
5
Zishiyeke zilambatha iintsapho eziyi-400 eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
6
Ibanjwa likhuthaza abafundi be-Matriki
SABC Iindaba
Download
7
Iihotele zase-Kapa zifumene isisombululo sombane
SABC Iindaba
Download
8
Urhulumente eNtshona Loloni unikezele ngezindlu ze-FLISP
SABC Iindaba
Download
9
Anikwe izixhobo zokuphuhlisa iifama zawo amafama asakhasayo
SABC Iindaba
Download
10
Lutshotsh'entla ulwaphulo mthetho lokuxhilwa kwabantu eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
11
I-Cosatu ikhalazela amaxabiso axhomileyo empilo
SABC Iindaba
Download
12
Isaqhuba iseshoni yokuphanda umkhuseli woluntu
SABC Iindaba
Download
13
INUMSA iqhubela phambili nenkomfa yayo
SABC Iindaba
Download
14
Kusungulwe inkqubo yokukhusela ukukhula kwamatyotyombe
SABC Iindaba
Download
15
UIan Cameron umangalele umphathiswa wamapolisa
SABC Iindaba
Download
16
Umnumzana Cele ebentlanganiso emalunga nezenzo zolwaphulo-mthetho eGugulethu
SABC Iindaba
Download
17
Kukho ithemba lokusinda kwemisebenzi kumzi mveliso weTiger Brands
SABC Iindaba
Download
18
Kubanjwe inkonzo yokuhlonipha uZanozuko Sigcau eNtshona Kapa
SABC Iindaba
Download
19
Intengiso yase-sidlangalaleni ka-Irma Stern eKapa
SABC Iindaba
Download
20
Abazali baseSiyabulela bafuna aphume usekela nqununu
SABC Iindaba
Download
21
Inkqubo entsha yokulwa nolwaphulo mthetho
SABC Iindaba
Download
22
Kuzakwakhiwa indawo yesikhumbuzo samajoni eWorld War
SABC Iindaba
Download
23
Kukhunjulwe igalelo likaRobert Mangaliso Sobukwe emzabalazweni
SABC Iindaba
Download
24
Kubongozwa abantu bolule isandla soncedo kuvuselelwe iKZN
SABC Iindaba
Download
25
Amaxhoba omlilo kwaLanga anethemba lokubonelelwa ngezixhobo zokwakha
SABC Iindaba
Download
26
Ukuqhwesha kwamabanjwa elugcinweni lwamapolisa eKapa
SABC Iindaba
Download
27
Kulindeleke ukuba zixakeke iindlela zeli namhlanje
SABC Iindaba
Download
28
Isixeko saseKapa sikhuphe imali ebalelwa ku-R10 million
SABC Iindaba
Download
29
Bazakuthathelwa amanyathelo abathengisa izindlu ze-RDP
SABC Iindaba
Download
30
Bayambanguza abakhweli eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
31
Urhulumente uzakubuyisela isidima sase District Six
SABC Iindaba
Download
32
Usekela mongameli weli eDistrict Six
SABC Iindaba
Download
33
Umongameli Ramaphosa unethemba lokuthetha nomongameli Zelenskyy
SABC Iindaba
Download
34
Ingxaki ka-cimi cimi ifaka phantsi koxinzelelo abakhweli baka-loliwe
SABC Iindaba
Download
35
Zehlile iziganeko zokubulawa kwabantu eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
36
Iinkolo ezahlukeneyo bezibambe umthandazo eKapa phezolo
SABC Iindaba
Download
37
Banxunguphele abahlali baseDelft
SABC Iindaba
Download
38
UMantashe uthi ezamandla ziseyingxaki kweli
SABC Iindaba
Download
39
Ulahlile njengelungu leDemocratic Alliance uAlbert Fritz
SABC Iindaba
Download
40
Inkokheli yeDA ifuna uMzantsi Afrika ukwaye iRussia
SABC Iindaba
Download
41
Ugxothiwe uAlbert Fritz
SABC Iindaba
Download
42
Urhulumente ujonge ukucutha inkcitho ukucutha ityala lakhe
SABC Iindaba
Download
43
Ukhuseleko kwimimandla yasematyotyombeni
SABC Iindaba
Download
44
Ifashoni kumsitho wentetho yobume besizwe
SABC Iindaba
Download
45
Ukhunjulwe njengomntu obebeka izidingo zoluntu phambili uGqirha Coleman
SABC Iindaba
Download
46
SONA 2022 | OkaRamaphosa wenza intetho yesizwe ngeyesixhenxe ngokuhlwanje
SABC Iindaba
Download
47
Kuvulwe ihotele yodidi oluphezulu kwilokishi yasekhayelitsha
SABC Iindaba
Download
48
Zenyukile iziganeko zolwaphulo mthetho kwiilokishi zaseKapa
SABC Iindaba
Download
49
Ivele kancinci phambi kwenkundla kamantyi yase-Klawer indoda etyholwa ngokubulala
SABC Iindaba
Download
50
I-SONA izakuba kwiholo yaseKapa
SABC Iindaba
Download
51
Iqalile inkqubo yokubalwa kwabantu
SABC Iindaba
Download
52
UNtunja usebenzisa amanqindi ukukhuthaza ulutsha luphile ngcono
SABC Iindaba
Download
53
I-SIU ifumanise ukuba isixeko saseKapa senze inkcitho engafanelekanga
SABC Iindaba
Download
54
Ukwehla kolwamvila lwe-COVID19 kuthetha ukuba lingavulwa Ilizwe
SABC Iindaba
Download
55
INtshona Koloni ilungiselela ukuvula izikolo kuleveki izayo
SABC Iindaba
Download
56
Isithonga sokuwa komthi omkhulu | Desmond Tutu
SABC Iindaba
Download
57
Imbali ngobomi buka-Archbishop Desmond Tutu
SABC Iindaba
Download
58
Bangaphaya kwekhulu abaginywe ziingozi eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
59
Likhuphe isilumkiso isebe lezindlu eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
60
I-Amy Foundation ikhonondela ubulungisa
SABC Iindaba
Download
61
Kubongozwa uluntu ngentsebenziswano
SABC Iindaba
Download
62
URamaphosa uthi awunakubethwa ngoyaba umzila ka De Klerk
SABC Iindaba
Download
63
ULuyanda Mboniswa owabulala uMarike de Klerk ucela ingqawule kuLamola
SABC Iindaba
Download
64
Balamkele iziko lokugonyela iCOVID-19 ePella
SABC Iindaba
Download
65
Umgaqo omtsha weelwimi eStellenbosch University
SABC Iindaba
Download
66
I-Table Mountain iqinisa ukhuseleko lwayo
SABC Iindaba
Download
67
Izakubanefuthe elibi kwezokhenketho imiqathango yamazwe aphesheya
SABC Iindaba
Download
68
Umama waseDelft ucela uncedo ngosana lwakhe
SABC Iindaba
Download
69
Kubekelwe bucala iR600 million eKapa
SABC Iindaba
Download
70
Abahlali bacoce iNtaba Yetafile
SABC Iindaba
Download
71
Kuvulwe iziko lesifo seswekile eKapa
SABC Iindaba
Download
72
Lusuku lwesithathu lwengqungquthela yezamandla eKapa
SABC Iindaba
Download
73
Kubanjwe ingqungquthela yezamandla eKapa
SABC Iindaba
Download
74
I-DA ichonge ulutsha ukuba kwizihlalo eziphezulu
SABC Iindaba
Download
75
Iingxoxo zobambiswano eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
76
Abahlali kwiiCape Flats bafun'umgqatswa ozimeleyo
SABC Iindaba
Download
77
I-ACDP ith'ingahlisa iindleko zikamasipala xa iphumelele
SABC Iindaba
Download
78
Kuzakutyalwa amapolisa ngonyulo
SABC Iindaba
Download
79
Abahlali baseKhayelitsha bathi bazakuvota
SABC Iindaba
Download
80
Abahlali banyevulela unyulo
SABC Iindaba
Download
81
Abahlalutyi bathi iDA izakufumana isininzi eKapa
SABC Iindaba
Download
82
URamaphosa ugaya inkxaso eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
83
I-PAC icela ivoti ngelokunyusa inani kwibhunga
SABC Iindaba
Download
84
Ubhiyozela usuku lokuzalwa uArchbishop Desmond Tutu
SABC Iindaba
Download
85
IMitchells Plain inenani eliphantsi labo bagonyela iCOVID-19
SABC Iindaba
Download
86
Lufun'iimpendulo usapho lentwazana elixhoba lodlwengulo
SABC Iindaba
Download
87
Kudutyulwe utitshala esikolweni
SABC Iindaba
Download
88
Udutyulwe wasweleka utitshala wase-Phillipi
SABC Iindaba
Download
89
Kuqiniswa ukhuseleko kumaphulo olwakhiwo lwezindlu
SABC Iindaba
Download
90
Umbutho iGood uthi uzakulwela abahluphekayo
SABC Iindaba
Download
91
Bafuna ukuhlonitshwa abathengisa ngomzimba
SABC Iindaba
Download
92
Kusakhangelwa imizimba eMfuleni eKapa
SABC Iindaba
Download
93
Amaqela amaninzi athi alulungele unyulo
SABC Iindaba
Download
94
Sihlehlisiwe isicelo senkundla
SABC Iindaba
Download
95
Ayixolanga imibutho ephikisayo eKapa
SABC Iindaba
Download
96
Liyehla izinga lolosuleleko kumsinga wesithathu eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
97
Liphinde lonakaliswa ilitye lesikhumbuzo leGugulethu Seven
SABC Iindaba
Download
98
Uzenzel'igama kwicandelo lokwakha owasetyhini
SABC Iindaba
Download
99
Liyaphuphuma ngamanzi idama elikhulu eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
100
Bakhala ngamanzi eSanitizer
SABC Iindaba
Download
101
Uzakunikwa ingqwalasela umba weeTaxi
SABC Iindaba
Download
102
Ngahle kuvalw'imizila ethile yeeTaxi eKapa
SABC Iindaba
Download
103
Kutyalwe amapolisa ongezelelweyo kwimizila echatshazelwa ludushe loonoTaxi
SABC Iindaba
Download
104
Ziyaqhuba ingxoxo zesisombululo kudushe loo-noTaxi eKapa
SABC Iindaba
Download
105
Amapolisa aphanda ukubulawa koceba waseKapa
SABC Iindaba
Download
106
Izakuphinda ilwe idabi leCOVID-19 iCape Convention Centre
SABC Iindaba
Download
107
Kukho ixhala ngabantu abahlala ezitalatweni
SABC Iindaba
Download
108
Waqalwa ngabom umlilo owatshabalalisa izakhiwo eUCT
SABC Iindaba
Download
109
Bashiyeke bengenamakhaya ePhillipi
SABC Iindaba
Download
110
Kubhengezwe ibhunga lamazibuko elizimeleyo lakwa Transnet
SABC Iindaba
Download
111
Umangalelwe umphathiswa wezempilo
SABC Iindaba
Download
112
Luyaqhuba uqhankqalazo lecandelo lee-taxi eKapa
SABC Iindaba
Download
113
Bafuna ubulungisa abo babehlala eDistrict Six
SABC Iindaba
Download
114
ULamola uphehlelele iziko iKuyasa
SABC Iindaba
Download
115
Kuthiwa uswelekile kodwa usaphila
SABC Iindaba
Download
116
Baphume ngobuninzi ukuyokugonywa eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
117
Lube yimpumelelo utyando lamawele
SABC Iindaba
Download
118
Kusweleke abantu ababini kwizikhukula eKapa
SABC Iindaba
Download
119
Iyaxhalabis'indlela ekusetyenziswa ngayo amanzi eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
120
Lwehlile izinga lolwaphulo mthetho eKapa
SABC Iindaba
Download
121
Ikhwelo lokubuyiswa komhlaba
SABC Iindaba
Download
122
Babuyele abafundi kwiDyunivesiti yaseKapa
SABC Iindaba
Download
123
I-SACC ilwela amalungelo amagqala ayo
SABC Iindaba
Download
124
Lisaqhuba iphulo lokucima umlilo eKapa
SABC Iindaba
Download
125
Uyaxolisa uMadikizela ngempazamo
SABC Iindaba
Download
126
Bafudusiwe abafundi beYunivesithi yaseKapa
SABC Iindaba
Download
127
Unqunyanyisiwe umphathiswa wezothutho eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
128
Abala ilahleko amafama ehagu kwiCape Flats
SABC Iindaba
Download
129
Bekuzolile ekapa namhlanje
SABC Iindaba
Download
130
Ziyaxhalabisa izenzo zokubulawa kwamapolisa kweli
SABC Iindaba
Download
131
Abahlala ngaseJonkershoek bayalumkiswa
SABC Iindaba
Download
132
Abezempilo bagonyelwe iCOVID-19 eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
133
Ulwaphulo-mthetho luqatsele eKapa
SABC Iindaba
Download
134
Babekwe kwiindawo zethutyana eMasiphumelele
SABC Iindaba
Download
135
INtshona Koloni iqhubela phambili nokufumana amachiza
SABC Iindaba
Download
136
Kusweleke abantwana abane eNyanga
SABC Iindaba
Download
137
Bebonwabele ulwandle abahlali
SABC Iindaba
Download
138
Baqhankqalazela ukuvalwa kwamalwandle eKapa
SABC Iindaba
Download
139
Zehlile iingozi eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
140
INtshona Koloni ilungiselel'ukugony'abantu abayi 5 Million
SABC Iindaba
Download
141
Baqala ubomi obutsha eMasiphumelele
SABC Iindaba
Download
142
Uninzi liyawuthobela umthetho wokuvalwa kokutyelela elwandle
SABC Iindaba
Download
143
Abasebenzi bezempilo banikwe intlonipho ngabe Cape Minstrel
SABC Iindaba
Download
144
Banxubile abakhenkethi kwiidolophu eziselunxwemeni
SABC Iindaba
Download
145
Usamkele isigqibo sokubuyela ku level 3 kweli uAlan Winde
SABC Iindaba
Download
146
uAlan Winde umemelela ukuziphatha kakuhle eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
147
Ungcwatyiwe namhlanje uAnele Ngcongca
SABC Iindaba
Download
148
UCele uphehlelele iphulo lezokhuseleko eKapa
SABC Iindaba
Download
149
Uluntu luyabongozwa ukuba lulumkele imililo
SABC Iindaba
Download
150
Ibuya ngamandla icorona Entshona Koloni
SABC Iindaba
Download
151
Akhala esimantshiyane amalungu asePHD
SABC Iindaba
Download
152
Bekubanjwe intlanganiso eBrackenfell
SABC Iindaba
Download
153
Sigxekiw' isiganeko saseBrackenfell
SABC Iindaba
Download
154
Zibuyiselwe iinkonzo kumaziko ezempilo eKapa
SABC Iindaba
Download
155
UMbalula uthi uzakulixhobisa icandelo leeTaxi
SABC Iindaba
Download
156
Ukuhlawulwa kwemivuzo yoonoTaxi
SABC Iindaba
Download
157
Ungcwatyiwe uLieutenant Colonel Carl Kinnear
SABC Iindaba
Download
158
Abadlali baziqhelanisa nokubuyela kumabhokobhoko
SABC Iindaba
Download
159
Babambe uqhankqalazo abasebenzi beGolden Arrow
SABC Iindaba
Download
160
INtshona Koloni isamkele isibhengezo sokuhlisela ilockdown
SABC Iindaba
Download
161
Ukhuseleko lwamafama eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
162
Ivuliwe kwakhona intengiso yotywala
SABC Iindaba
Download
163
Isesichengeni imisebenzi kwicandelo lomdiliya omfaxangiweyo
SABC Iindaba
Download
164
Uqhankqalazo olunodushe eCape Flats
SABC Iindaba
Download
165
Uqhankqalazo lokuhanjiswa kweenkonzo eLaingville
SABC Iindaba
Download
166
Kungquzelene abaqhanqalazi namapolisa eKraaifontein
SABC Iindaba
Download
167
Kuzingelwa amabanjwa aqhweshileyo
SABC Iindaba
Download
168
Kuqhekezwa iivenkile ezithengisa utywala Ntshona Koloni
SABC Iindaba
Download
169
Iinzame zokuqinisekisa ukuba uluntu lufumana ukutya kwiiCape Flats
SABC Iindaba
Download
170
Zishiye abantu bedinga izikhukula eMacassar eKapa
SABC Iindaba
Download
171
Igalelekile eKapa ingqele eqhaqhazelisa amazinyo
SABC Iindaba
Download
172
Usichithile isicelo sakhe sebheyile otyholwa ngokubulala Amahle
SABC Iindaba
Download
173
Uphando malunga nokukhutshwa ngetshova kwendoda yaseKhayelitsha
SABC Iindaba
Download
174
Abazali eWellington abangaxolanga kukuvulwa kwezikolo
SABC Iindaba
Download
175
Lixesha lokuba abantu bayekwe babuyele emisebenzini
SABC Iindaba
Download
176
Banikezela ngezixhobo zokupheka nangokutya ngelixesha leLockdown
SABC Iindaba
Download
177
Uvele enkundleni umtyholwa ePhillipi
SABC Iindaba
Download
178
Akukacaci cala ngomba weembacu eKapa
SABC Iindaba
Download
179
Abadlali bamaBhokobhoko banikeze ngeziqhuma zokutya
SABC Iindaba
Download
180
Ubekwe kwikhaya lakhe lokugqibela namhlanje Naledi Phangindawo
SABC Iindaba
Download
181
Icandelo lezobugcisa lizilele ukunduluka emhlabeni kuka Kirvan Fortuin
SABC Iindaba
Download
182
Kuqhankqalazelwe ukungathengiswa kwecuba eKapa
SABC Iindaba
Download
183
Wamkelwe njengeqhawe owayesakudlalela amaBhoko-bhoko
SABC Iindaba
Download
184
Indlala ethwaxa abantwana ngomnye wemimngeni
SABC Iindaba
Download
185
Ukuthengis'iimask kuhlangule amashishini amancinci
SABC Iindaba
Download
186
Iintanki zaseMoutse eLimpopo azinamanzi
SABC Iindaba
Download
187
Kufakelwe oomatshini abazakunceda abafundi
SABC Iindaba
Download
188
Isebe lezempilo lilumkis'abasebenzi
SABC Iindaba
Download
189
Liyaxhalabisa inani labantu abane coronavirus eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
190
Itshiselwe imoto indoda yaseKapa
SABC Iindaba
Download
191
IKhayelitsha ithwaxwe yiCOVID-19
SABC Iindaba
Download
192
Indlala ithwaxa uninzi ngalelockdown
SABC Iindaba
Download
193
Akasekho emhlabeni ubaw'uDennis Goldberg
SABC Iindaba
Download
194
Idlangile icorona ngaphandle kweKapa
SABC Iindaba
Download
195
Iyanwenwa ngamandla icorona eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
196
Bafuna uthengiswe umdiliya omfaxangiweyo
SABC Iindaba
Download
197
Badinga uncedo lwamajoni eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
198
Ukugcwala kweentolongo kuyaxhalabisa
SABC Iindaba
Download
199
Kunikezelwa ngokutya kubafundi eNtshona Koloni
SABC Iindaba
Download
200
Ingcali iphawula ngokuqhekezwa kweevenkile
SABC Iindaba
Download